Okuthethwa Ngoontanga Bakho
Funda ividiyo yolutsha olusehlabathini jikelele oluthetha ngeengxaki olujamelene nazo ebomini nendlela olumelana ngayo nazo.
Ndingancokola Njani Nabazali Bam?
Kungakunceda kakhulu kunokuba ucinga.
Oko Kuthethawa Ngoontanga Bakho Ngeeselfowuni
Ulutsha oluninzi luyithand’ ukufa iselfowuni. Ziziphi izinto eluncedo neziyingozi ngayo?
Bathini Oontanga Bakho Ngokuzibekela Amangomso Izinto
Funda ukuba olunye ulutsha luthi ziziphi iingxaki ezibangelwa kukuzilazila, kunye neengenelo zokulisebenzisa kakuhle ixesha.
Ulutsha Luthetha Ngemali
Fumana amacebiso endlela yokugcina imali, ngendlela yokuyisebenzisa nokuba imali ibe kwindawo yayo.
Umntu Endinguye
Ukwazi impendulo kungakunceda xa unengxaki.
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngenkangeleko Yalo
Kutheni kunzima ngolutsha ukuba lube nembono efanelekileyo ngendlela olukhangeleka ngayo? Yintoni enokunceda?
Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe
Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni
Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.
Ulutsha Luthetha Ngokukholelwa KuThixo
Kule vidiyo yemizuzu emithathu, ulutsha olukwishumi elivisayo luchaza into elwenza luqiniseke ukuba ukho uMdali.
Ngaba Ndifanele Ndikholelwe KuThixo?
Khawujonge abantu ababini abasebatsha ababenezinto abangaziqondiyo nabaqinisa ukholo lwabo.
Izizathu Zokuba Nokholo—Izinto Zazivelela Okanye Zadalwa?
UFabian noMarith bachaza izinto abaye bazenza ukuze baqinise ukholo lwabo xa kwakufundiswa ukuba izinto zazivelela esikolweni.
Izizathu Zokuba Nokholo—Uthando Loyisa Ukungabikho Kobulungisa
Uthando kwihlabathi apho abantu bengaphathwa ngokufanayo—singabanceda njani?
Ingandinceda Njani IBhayibhile?
Impendulo ingakunceda wonwabe.
Ulutsha Luthetha Ngokufunda IBhayibhile
Ngamanye amaxesha kunzima ukufunda, kodwa ukufunda iBhayibhile kuwufanele umgudu. Abantu abatsha abane bachaza indlela abancedakala ngayo ngokufunda iBhayibhile.
UCameron Uphila Obona Bomi Bumnandi
Ngaba ufuna ukuphila ubomi obanelisayo? Phulaphula njengoko uCameron esibalisela indlela awalufumana ngayo ulwaneliseko kwindawo ebengakhange ayilindele.