Yiya kwinkcazelo

Rwanda

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke ERwanda

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke ERwanda
  1. NGONOVEMBA 28, 2014—INkundla yaseKarongi ithi ukungavumi ukucula umhobe wesizwe ayisosenzo sokungabi nambeko

    FUNDA NEZINYE IZINTO

  2. NGO-2004—AmaNgqina ngaphezu kwe-100 avalelwa ngenxa yokungathathi cala kwezepolitiki

  3. NGODISEMBA 13, 2002—Ukubhaliswa kwamaNgqina kaYehova ngokusemthethweni kuyahlaziywa kuze kuvunywe nangurhulumente omtsha

  4. NGOAPRILI 1994—Kuqalisa uhlaselo olwabulala abantu abaphantse babeyimiliyoni, kuquka amaNgqina ayi-400

  5. NGOAPRILI 13, 1992—AmaNgqina KaYehova abhaliswa ngokusemthethweni

  6. NGO-OKTOBHA 1990—IRwandan Patriotic Front ihlasela umtla weRwanda ngakwicala laseUganda

  7. NGONOVEMBA 1982—Urhulumente uvala umsebenzi wamaNgqina kaYehova

  8. NGOMATSHI 1970—Kunikelwa ingxelo yomsebenzi wokuqala eRwanda