Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

New Caledonia

236, rue Georges Lèques

Normandie

98800 NOUMEA

NEW CALEDONIA

+687 43-75-00

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ngo-11:00 a.m., ngo-1:00 p.m. ukusa ngo-4:00 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-45

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi owenziwa ngamaNgqina KaYehova aseNew Caledonia, eVanuatu eWallis nakwiiFutuna Islands. Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiWallisia, isiLifu, isiBislama, kunye nezinye iilwimi ezintlanu zasekuhlaleni.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.