Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 151

Ukutyhilwa Koonyana BakaThixo

Ukutyhilwa Koonyana BakaThixo

(Roma 8:19)

  1. Kusondele ukutyhilwa

    Kwabakhethiweyo.

    Baza kulaw’la noKristu

    Besemazulwini.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye

    Bazuze umvuzo.

  2. Intsalela eseleyo

    Uza kuyibiza.

    UKumkani wooKumkani

    Uza kuyithatha.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye

    Bazuze umvuzo.

  3. OoNyana kunye noKristu

    Baza kulw’ imfazwe.

    Umtshato wabo neMvana

    Uza kuqhubeka.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye

    Bazuze umvuzo.