Ingoma 144
Kububomi Ebantwini
Dawunlowuda:
-
Bancede bonke
abantu beve ngoThixo
Ngokuba imini
yomsindo wakh’ iyeza.
(CHORUS)
Kububomi ebantwini;
Kububomi nakuthi.
Bobabo bathobelayo.
Zonke iintlanga mazive;
Mazive.
-
Siyashumayela
ehlabathini lonke.
Simema abantu
babuyele kuThixo.
(CHORUS)
Kububomi ebantwini;
Kububomi nakuthi.
Bobabo bathobelayo.
Zonke iintlanga mazive;
Mazive.
-
Simele sibazise
Inyaniso bonk’ abantu.
Simele sifundise
Inyanis’ enik’ ubomi.
(CHORUS)
Kububomi ebantwini;
Kububomi nakuthi.
Bobabo bathobelayo.
Zonke iintlanga mazive;
Mazive.
(Bona nezi: 2 Kron. 36:15; Isa. 61:2; Hez. 33:6; 2 Tes. 1:8.)