Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 11

Indalo Idumisa UThixo

Indalo Idumisa UThixo

(INdumiso 19)

  1. 1. Thixo wethu siyakuzukisa.

    Amazulu ayakudumisa.

    Sikubona kuyo yonk’ indalo

    Esezulwini nesemhlabeni.

    Sikubona kuyo yonk’ indalo

    Esezulwini nesemhlabeni.

  2. 2. Bubulumko ukoyika wena,

    Kus’khusela kuyo yonke into.

    Imithetho yakh’ iyas’ lumkisa,

    Ixabisekile kuthi sonke.

    Imithetho yakh’ iyas’ lumkisa,

    Ixabisekile kuthi sonke.

  3. 3. Kulungile ukufunda ngawe.

    Kusinceda siphilele wena.

    Abo bangcwalis’ igama lakho,

    Bofumana umvuzo omkhulu.

    Abo bangcwalis’ igama lakho,

    Bofumana umvuzo omkhulu.