Xelisa Ukholo Lwabo

Kwezi vidiyo, funda kwimizekelo yamadoda namabhinqa anokholo.

Xelisa Ukholo Lwabo—URebheka

Ngaba uRebheka uza kubanalo ukholo oludingekayo ukuze akwazi ukushiya ikhaya lakhe aze aye kwindawo angayaziyo?

Xelisa Ukholo Lwabo—UMiriyam

Wonke umntu uyazenza iimpazamo, ibe uMiriyam wazenza. Khawujonge indlela ukholo lwakhe kuYehova olwamnceda ngayo wancedwa luqeqesho awalufumanayo.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

UKUKHOLWA KUTHIXO

Xelisa Ukholo Lwabo

Linganisa imizekelo yamadoda namabhinqa aseBhayibhileni, uze usondele kuThixo.