Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Ka-2019-2020—Kunye Nomveleli Wesiphaluka
Sebenzisa olu cwangciso ukuze uhambisane nezithethi kule ndibano. Umxholo wale ndibano uthi “Uthando Luyakha.”
“Uthando Luyakha”
Le ndibano iza kuchaza indlela uthando olubaluleke ngayo ngaphezu kolwazi, nokuba yonke into esiyenzayo simele siyenze sinothando.
Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
Le mibuzo iza kuphendulwa ebudeni bocwangciso.