Isimbuku Sango-2016
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 89
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240
Isimbuku Samabandla: 119 485
Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 085 142
Abathabathileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 18 013
Incopho Yabavakalisi BoBukumkani: 8 340 847
Umlinganiselo Wabavakalisi Abashumayelayo Nyanga Nganye: 8 132 358
Umlinganiselo Wolwando Kunango-2015: 1.8
Isimbuku Sababhaptiziweyo: 264 535
Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 459 393
Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye: 1 157 017
Isimbuku Seeyure Ezichithwe Entsimini: 1 983 763 754
Umlinganiselo Wezifundo Nyanga Nganye: 10 115 264
Kunyaka wenkonzo ka-2016, amaNgqina kaYehova aye achitha imali engaphaya kwe-R3 bhiliyoni ekunyamekeleni oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo kwizabelo zabo. Ehlabathini lonke, bayi-19 818 abasebenza kwiiofisi zamasebe. Bonke bangamalungu elungiselelo Lehlabathi Lonke Labakhonzi Abakwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo YamaNgqina KaYehova.