Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVUKANI! No. 1 2018 | Indlela Yokufumana Ulonwabo

SINOKUWAFUMANA PHI AMACEBISO ANOKUSINCEDA SONWABE?

IBhayibhile ithi: “Banoyolo abo bandlela yabo ingenasiphoso, abo bahamba emthethweni kaYehova.”—INdumiso 119:1.

La manqaku asixhenxe athetha ngemigaqo enokuthenjwa nesebenzayo kule mihla enokunceda umntu onwabe.

 

Unokuyifumana Njani?

Ucinga ukuba wonwabile? Yintoni eyenza umntu onwabe?

Ukwaneliseka Nokupha

Abantu abaninzi bacinga ukuba ukuze wonwabe kufuneka ube nezinto ezininzi, ube sisityebi. Ngaba ukuba nemali nezinto ezininzi kubangela ulonwabo olungasoze luphele? Izinto ezenzekayo zibonisa ntoni?

Ukuba Sempilweni Nokulungela Zonke Iimeko

Ngaba ukukhathazwa yimpilo kuyaluphelisa ulonwabo?

Uthando

Ukupha nokufumana uthando kubangela umntu onwabe.

Ukuxolela

Awusoze wonwabe okanye ube sempilweni xa uhleli unomsindo okanye unenzondo.

Injongo Yobomi

Ukufumana iimpendulo zemibuzo ezanelisayo yenye yezinto ezifunekayo ukuze wonwabe.

Ithemba

Abantu abaninzi abakwazi ukonwaba bengaqinisekanga ngento eza kwenzeka kubo nakubantu ababathandayo kwixesha elizayo.

Funda Ezinye Izinto

Zininzi izinto ezibangela ukuba umntu onwabe okanye angonwabi. Funda ngento efumaneka simahla enokukunceda ubone izinto ezixhalabisayo ebomini bakho.