UVUKANI! No. 3 2020 | Ngaba Umkhethe Ungaze Uphele?
Umkhethe ufanele uqale upheliswe engqondweni nasentliziyweni. Khawujonge ezi ndlela ziyi-5 ezinokusinceda.
Umkhethe—Ngaba Wena Unawo?
Ziintoni ezinokubonisa ukuba sinomkhethe?
Yazi Eyona Nyani
Umkhethe wenziwa kukungayazi inyani. Jonga amava ento eyenzekayo kumntu owayelijoni ukuze ubone ubunyani bale nto.
Zifake Ezihlangwini Zabantu
Ukungazifaki ezihlangwini zabantu kunokuthetha ukuba sineyiphi ingxaki?
Jonga Izinto Ezintle Ebantwini
Ukuqhayisa kunokwenza umntu abe nomkhethe. Yintoni enokunceda?
Yenza Abahlobo
Jonga indlela ekunokukunceda ngayo ukuba nabahlobo abangafani nawe.
Bonisa Uthando
Ukubonisa uthando kunokusinceda singabi nawo umkhethe. Ezinye izinto esinokuzenza.
Eyona Nto Inokunceda
Ziintoni ezine uBukumkani bukaThixo obuza kuzenza ukuze umkhethe uphele?
Bakwazi Ukuyeka Ukuba Nomkhethe
Bukela iividiyo ezintathu ezibonisa abantu abakwaziyo ukuyeka ukuba nomkhethe.