UVUKANI! Septemba 2014 | Oko Unokukwenza Xa Udinwe Uyimfe
Ukudinwa ngokugqithiseleyo emsebenzini kunokukugulisa. Yintoni onokuyenza?
Okwenzeka Ehlabathini
Oko kuthethwa ngako: umthetho oyalela abantwana ukuba banyamekele abazali babo abalupheleyo, ukuphathwa kakubi kwamabhinqa, abantu abakopa izinto ngomgunyathi.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Oko Unokukwenza Xa Udinwe Ngokugqithiseleyo
Amacebiso amane anokukunceda ungaqotywa ngumsebenzi.
UKUNCEDA INTSAPHO
Indlela Yokuyeka Ukuba Nenzondo
Ngaba ukuxolela iqabane lakho xa likucaphukisile kuthetha ukuthi yenza ngathi le nto ikucaphukisileyo ayinamsebenzi okanye khange yenzeke?
Isifo Seswekile—Ungakwazi Na Ukusiphepha?
I-90% yabantu abanesifo seswekile ayikwazi oko.
IIFOTO ZAKUDALA
ISpeyin Igxotha AmaMorisco
Ukugxothwa kwamaMorisco ngeminyaka yee-1600 kwenza ukuba kubekho amaKatolika kuphela kwelo lizwe.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndingazicacisa Njani Iinkolelo Zam Ngokulalana?
Ukuba ubunokubuzwa: ‘Awukalali namntu?’ okanye ‘Ucinga ntoni ngokulalana?’ Ngaba unokuzicacisa iinkolelo zakho zokulalana ngeBhayibhile?
Bathini Oontanga Bakho Ngokuzibekela Amangomso Izinto
Funda ukuba olunye ulutsha luthi ziziphi iingxaki ezibangelwa kukuzilazila, kunye neengenelo zokulisebenzisa kakuhle ixesha.
UThixo Uthumela UMoses EYiputa
UMoses noAron bazingqina benesibindi ngokuthetha noFaro owayehlonitshwa. Zikhuphelele la maphepha nize nincokole ngawo njengentsapho.