Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

B15

Ikhalenda YamaHebhere

NISAN (ABHIBHI) Matshi—Aprili

14 IPasika

15-21 Izonka Ezingenagwele

16 Umnikelo wesivuno sokuqala

Umlambo iYordan uyaphuphuma ngenxa yeemvula, ikhephu liyanyibilika

Irhasi

IYYAR (ZIV) Aprili—Meyi

14 IPasika eyenziwa kwinyanga yesibini

Iimvula ziqalisa ukunqaba, izulu lisoloko lityhilile

Ingqolowa

SIVAN Meyi—Juni

6 ITheko Leeveki (IPentekoste)

Ubushushu basehlotyeni, akukho mafu

Ingqolowa, amafiya/ama-khiwane

TAMUZI Juni—Julayi

 

Ubushushu buyaqatsela, umbethe uba mninzi

Isivuno sokuqala seediliya

ABHI Julayi—Agasti

 

Ubushushu bufikelela amanqanaba aphezulu

Iziqhamo zasehlotyeni

ELULI Agasti—Septemba

 

Kuseshushu

Iidatisi, iidiliya, namafiya/na-makhiwane

TISHRI (ETHANIM) Septemba—Oktobha

Kuvuthelwa ixilongo

10 Umhla Wokuhlawulela

15-21 ITheko Leminquba

22 Indibano engcwele

Ihlobo liyaphela, kuqalisa iimvula

Kuyalinywa

HESHVAN (BHULI) (BUL) Oktobha—Novemba

 

Iimvula ezincinci

Iminquma

KISLEV Novemba—Disemba

25 ITheko Lokunikezela

Imvula iyaxhaphaka, kukho iqabaka, kuwa ikhephu ezintabeni

Kuqokelelwa imihlambi

TEBHETE Disemba—Januwari

 

Kubanda kakhulu, kuyanetha, kuwa ikhephu ezintabeni

Izityalo ziyakhula

SHEBHATI Januwari—Februwari

 

Ingqele iqalisa ukuphela, kuqhubeka kunetha

Umthi wom-amangile uyadubula

ADARE Februwari—Matshi

14, 15 IPurim

Lixesha leendudumo nesichotho

Iflakisi

VEADAR Matshi

Inyanga eyayisongezwa kasixhenxe kwiminyaka eyi-19