Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A7-C

Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Umsebenzi Omninzi Owenziwa NguYesu EGalili (Inxalenye 1)

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

30

EGalili

UYesu utsho okokuqala ukuba “sele buza kufika uBukumkani bamazulu”

4:​17

1:​14, 15

4:​14, 15

4:​44, 45

EKana; eNazarete; eKapernahum

Uphilisa unyana wegosa; ufunda umsongo kaIsaya; uya eKapernahum

4:​13-​16

 

4:​16-​31

4:​46-​54

Kulwandle lwaseGalili, kufutshane naseKapernahum

Ubiza abafundi abane: uSimon noAndreya, uYakobi noYohane

4:​18-​22

1:​16-​20

5:​1-​11

 

EKapernahum

Uphilisa umkhwekazi kaSimon nabanye

8:​14-​17

1:21-34

4:31-41

 

EGalili

Uhambo lokuqala eGalili, nabafundi abane

4:​23-​25

1:​35-​39

4:​42, 43

 

Uphilisa oneqhenqa; ulandelwa ligquba labantu

8:​1-4

1:40-45

5:12-16

 

EKapernahum

Uphilisa umntu ofe umzimba

9:​1-8

2:​1-​12

5:​17-​26

 

Ubiza uMateyu; utya nabaqokeleli berhafu; umbuzo ngokuzila ukutya

9:​9-​17

2:​13-​22

5:​27-​39

 

KwaYuda

Ushumayela kwindlu yenkonzo yamaYuda

   

4:44

 

31, iPasika

EYerusalem

Uphilisa indoda egulayo eBhetesayida; amaYuda afuna ukumbulala

     

5:​1-​47

Ubuyela eYerusalem (?)

Abafundi bakha ingqolowa ngeSabatha; uYesu “yiNkosi yeSabatha”

12:​1-8

2:​23-​28

6:​1-5

 

EGalili; uLwandle LwaseGalili

Uphilisa isandla sendoda ngeSabatha; ulandelwa ligquba labantu; uphilisa abantu abaninzi ngakumbi

12:​9-​21

3:​1-​12

6:​6-​11

 

Kwintaba ekufutshane naseKapernahum

Ukhetha abapostile abayi-12

 

3:​13-​19

6:​12-​16

 

Kufutshane naseKapernahum

Unikela iNtshumayelo yaseNtabeni

5:1–​7:​29

 

6:​17-​49

 

EKapernahum

Uphilisa isicaka segosa lomkhosi

8:​5-​13

 

7:​1-​10

 

ENayin

Uvusa unyana womhlolokazi

   

7:​11-​17

 

ETibheriyo; eGalili (eNayin okanye kufutshane nayo)

UYohane uthumela abafundi bakhe kuYesu; inyaniso ityhilelwa abantwana abancinci; idyokhwe yobubele

11:​2-​30

 

7:​18-​35

 

EGalili (eNayin okanye kufutshane nayo)

Umfazi ongumoni uthambisa iinyawo zakhe ngeoli; umzekelo wabantu ababoleka imali

   

7:​36-​50

 

EGalili

Uhambo lwesibini lokuya kushumayela, nabafundi abayi-12

   

8:​1-3

 

Ugxotha iidemon; isono esingaxolelekiyo

12:​22-​37

3:​19-​30

   

Akenzi mmangaliso kodwa uthetha ngokaYona

12:​38-​45

     

Kuza umama wakhe nabantakwabo; uthi abafundi zizalamane zakhe

12:​46-​50

3:​31-​35

8:​19-​21