BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 Ileta Eya KwabaseRoma Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1-7) UPawulos ufuna ukuya eRoma (8-15) Umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo (16, 17) Abantu abangamthobeliyo uThixo abanakuthetheleleka (18-32) Iimpawu zikaThixo zibonwa kwindalo (20) 2 Indlela uThixo awagweba ngayo amaYuda namaGrike (1-16) Indlela esisebenza ngayo isazela (14, 15) AmaYuda noMthetho (17-24) Ukoluka entliziyweni (25-29) 3 “UThixo uhlala ethetha inyaniso” (1-8) AmaYuda namaGrike onke alawulwa sisono (9-20) Ukuba ngamalungisa ngenxa yokholo (21-31) Bonke abakwazi ukubonisa iimpawu ezintle zikaThixo (23) 4 UAbraham kuthiwa ulilungisa ngenxa yokholo (1-12) UAbraham, utata wabantu abanokholo (11) Ukufumana isithembiso ngenxa yokholo (13-25) 5 Ukuxolelaniswa noThixo ngoKristu (1-11) Ukufa ngenxa ka-Adam, ubomi ngenxa kaKristu (12-21) Isono nokufa kwasasazeka ebantwini bonke (12) Isenzo esinye sobulungisa (18) 6 Ubomi obutsha ngenxa yokubhaptizelwa kuKristu (1-11) Sanukusivumela isono silawule kwimizimba yenu (12-14) Sasikade singamakhoboka esono, ngoku singakaThixo (15-23) Umvuzo ohlawulwa sisono kukufa; isipho esivela kuThixo bubomi (23) 7 Umzekelo wendlela yokukhululeka eMthethweni (1-6) UMthetho wenza ukuba sazi isono (7-12) Ukulwa nesono (13-25) 8 Umoya oyingcwele usinika ubomi nenkululeko (1-11) Umoya oyingcwele usenza siqiniseke (12-17) Indalo ilinde inkululeko yabantwana bakaThixo (18-25) ‘Sicelelwa ngumoya oyingcwele’ (26, 27) UThixo wabakhetha kwasekuqaleni (28-30) Soyisa ngenxa yokuba uThixo uyasithanda (31-39) 9 UPawulos ukhathazwa ngamaSirayeli emvelo (1-5) Eyona nzala ka-Abraham (6-13) UThixo unegunya lokukhetha (14-26) Izitya zomsindo nezenceba (22, 23) Bambalwa abaza kusindiswa (27-29) AmaSirayeli ayakhubeka (30-33) 10 Ukuba ngamalungisa ngendlela kaThixo (1-15) Ukushumayela (10) Ukuthembela egameni likaYehova kwenza sisindiswe (13) Iinyawo ezintle zabantu abashumayelayo (15) Iindaba ezilungileyo azamkelwa (16-21) 11 AmaSirayeli awalahlwanga ngokupheleleyo (1-16) Umzekelo womthi weminquma (17-32) Ubulumko bukaThixo abunakulinganiswa nanto (33-36) 12 Nikelani ngemizimba yenu ibe yimibingelelo ephilayo (1, 2) Iziphiwo ezahluka-hlukeneyo kodwa umzimba mnye (3-8) Amacebiso okuphila njengomKristu (9-21) 13 Ukuthobela amagunya (1-7) Ukubhatala irhafu (6, 7) Uthando lwenza uMthetho uzaliseke (8-10) Masiziphathe kakuhle ngokungathi kusemini (11-14) 14 Sanukugwebana (1-12) Sanukukhubekisa abanye (13-18) Masisebenzele ukuba kubekho uxolo nomanyano (19-23) 15 Yamkelanani njengoKristu (1-13) UPawulos unceda abantu beentlanga (14-21) Iindawo aceba ukuya kuzo uPawulos (22-33) 16 UPawulos wazisa uFibhi (1, 2) Ubulisa amaKristu aseRoma (3-16) Kulunyukiswa ngezinto eziqhekeza ibandla (17-20) Abantu abasebenza noPawulos bayabulisa (21-24) Ngoku iyaziwa imfihlelo engcwele (25-27) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KwabaseRoma INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KwabaseRoma IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KwabaseRoma https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg