BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 Incwadi KaMalaki Izahluko 1 2 3 4 Oko kuqulethweyo 1 Indlela uYehova abathanda ngayo abantu bakhe (1-5) Ababingeleli benza imibingelelo engafanelekanga (6-14) Igama likaYehova liza kuba likhulu phakathi kweentlanga (11) 2 Ababingeleli ababafundisi abantu (1-9) Imilebe yombingeleli ifanele igcine ulwazi (7) Abantu banetyala lokuqhawula umtshato (10-17) “ ‘Ndiyakucaphukela ukuqhawulwa komtshato,’ utsho uYehova” (16) 3 INkosi yokwenene izokucoca itempile yayo (1-5) Umthunywa wesivumelwano (1) Bakhuthazwa ukuba babuyele kuYehova (6-12) UYehova akatshintshi (6) “Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni” (7) ‘Zisani zonke izishumi, ibe uYehova uza kuqongqotha iintsikelelo’ (10) Ilungisa nomenzi-bubi (13-18) Kubhalwa incwadi yokukhumbuza phambi koThixo (16) Umahluko phakathi kwelungisa nomenzi-bubi (18) 4 Ukuza kukaEliya ngaphambi kwemini kaYehova (1-6) “Ilanga lobulungisa liza kukhanyisa” (2) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaMalaki INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaMalaki IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaMalaki https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg