BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 IZenzo Zabapostile Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 Oko kuqulethweyo 1 Kubhalelwa uTiyofilo (1-5) Amangqina nakwezona ndawo zikude emhlabeni (6-8) UYesu unyukela ezulwini (9-11) Abafundi bakaYesu bayahlanganisana (12-14) Kukhethwa uMatiya ukuba angene endaweni kaYudas (15-26) 2 Kuthululwa umoya oyingcwele ngePentekoste (1-13) Intetho kaPetros (14-36) Abantu bakhuthazwa yintetho kaPetros (37-41) Kubhaptizwa abantu abayi-3 000 (41) Ukuhlanganisana kwamaKristu (42-47) 3 UPetros uphilisa umntu osisiqhwala nocela ebantwini (1-10) Intetho kaPetros kwiVeranda KaSolomon (11-26) ‘Ukubuyiselwa kwazo zonke izinto’ (21) Umprofeti onjengoMoses (22) 4 UPetros noYohane bayabanjwa (1-4) Abantu abakholwayo ngoku ngamadoda ayi-5 000 (4) Kuxoxwa ityala kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (5-22) “Asinakuyeka ukuthetha” (20) Bathandazela ukuba nesibindi (23-31) Abafundi bakaYesu bohlulelana ngezinto (32-37) 5 UAnaniyas noSafira (1-11) Abapostile benza imimangaliso emininzi (12-16) Bayabanjwa baze bakhululwe (17-21a) Baphinda baziswe kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (21b-32) ‘NguThixo esimele simthobele kunabantu’ (29) Icebiso likaGamaliyeli (33-40) Kushunyayelwa kwindlu ngendlu (41, 42) 6 Amadoda asixhenxe akhethelwe ukwaba ukutya (1-7) UStefano utyholwa ngokuthetha izinto ezimbi ngoMoses nangoThixo (8-15) 7 Intetho kaStefano phambi kweNkundla Ephakamileyo YamaYuda (1-53) Ixesha loosolusapho (2-16) Ukukhokela kukaMoses; amaSirayeli akhonza izithixo (17-43) UThixo akahlali kwiitempile ezakhiwe ngabantu (44-50) UStefano ubethwa ngamatye (54-60) 8 USawule umtshutshisi (1-3) UFilipu uyaphumelela kumsebenzi wakhe wokushumayela eSamariya (4-13) UPetros noYohane bathunywa eSamariya (14-17) USimon uzama ukuthenga umoya oyingcwele (18-25) Indoda engumTiyopiya eligosa elikwisikhundla esiphezulu (26-40) 9 USawule endleleni eya eDamasko (1-9) UAnaniyas uthunywa ukuba ayokunceda uSawule (10-19a) USawule ushumayela ngoYesu eDamasko (19b-25) USawule uya eYerusalem (26-31) UPetros uphilisa uAyineya (32-35) UDorkas onobubele uvuswa ekufeni (36-43) 10 Umbono kaKorneli (1-8) Umbono kaPetros wezilwanyana ezicociweyo (9-16) UPetros uyokubona uKorneli (17-33) UPetros ushumayela iindaba ezilungileyo kubantu beentlanga (34-43) “UThixo akakhethi” (34, 35) Abantu beentlanga bafumana umoya oyingcwele baze babhaptizwe (44-48) 11 UPetros ucacisela abapostile yonke into eyenzekileyo 1-18) UBharnabhas noSawule kwa-Antiyokwe eSiriya (19-26) Abafundi bakaYesu baqalisa ukubizwa amaKristu (26) UAgabho uprofeta ngendlala (27-30) 12 Kubulawa uYakobi; uPetros uyabanjwa (1-5) UPetros ukhululwa ngommangaliso (6-19) UHerode ubethwa yingelosi (20-25) 13 UBharnabhas noSawule bathunyelwa emazweni (1-3) Kushunyayelwa eSipro (4-12) Intetho kaPawulos kwa-Antiyokwe ePisidiya (13-41) Kuprofetwa ngomyalelo wokuba kushunyayelwe ezintlangeni (42-52) 14 Ulwando nentshutshiso eIkoniyo (1-7) Kucingwa ukuba bangoothixo eListra (8-18) UPawulos uyasinda emva kokuba ebethwe ngamatye (19, 20) Womeleza amabandla (21-23) Ubuyela kwa-Antiyokwe eSiriya (24-28) 15 Kwa-Antiyokwe kuphikiswana ngolwaluko (1, 2) Kuziswa umbuzo eYerusalem (3-5) Kudibana abadala nabapostile (6-21) Iileta ezivela kwiqumrhu elilawulayo (22-29) Liphepheni igazi (28, 29) Amabandla akhuthazwa ngeleta (30-35) UPawulos noBharnabhas bayohlukana (36-41) 16 UPawulos ukhetha uTimoti (1-5) Umbono wendoda yaseMakedoni (6-10) ULidiya uyaguquka eFilipi (11-15) UPawulos noSilas bayabanjwa (16-24) Unogada wejele nendlu yakhe bayabhaptizwa (25-34) UPawulos ufuna baxolise phambi kwabantu (35-40) 17 UPawulos noSilas eTesalonika (1-9) UPawulos noSilas eBhereya (10-15) UPawulos eAthene (16-22a) Intetho kaPawulos kwiAreyopago (22b-34) 18 UPawulos ushumayela eKorinte (1-17) Ubuyela kwa-Antiyokwe eSiriya (18-22) UPawulos uya eGalati naseFrigiya (23) Kuncedwa uApolo oliciko (24-28) 19 UPawulos e-Efese; kukho abaphinda babhaptizwe (1-7) Umsebenzi kaPawulos wokufundisa (8-10) Uyaphumelela nangona kukho iidemon (11-20) Kukho isiphithiphithi e-Efese (21-41) 20 UPawulos eMakedoni naseGrisi (1-6) Kuvuswa uYutiko eTrowa (7-12) Ukusuka eTrowa ukuya eMileto (13-16) UPawulos udibana nabadala base-Efese (17-38) Kushunyayelwa kwindlu ngendlu (20) “Kuvuyisa ngakumbi ukupha” (35) 21 Endleleni eya eYerusalem (1-14) Bafika eYerusalem (15-19) UPawulos usebenzisa icebiso labadala (20-26) Kukho isiphithiphithi etempileni; uPawulos uyabanjwa (27-36) UPawulos uvunyelwa ukuba athethe nabantu (37-40) 22 UPawulos uzithethelela phambi kwabantu (1-21) UPawulos usebenzisa ilungelo lokuba ngummi waseRoma (22-29) Kudibana iNkundla Ephakamileyo YamaYuda (30) 23 UPawulos uthetha phambi kweNkundla Ephakamileyo YamaYuda (1-10) UPawulos womelezwa yiNkosi (11) Baceba ukubulala uPawulos (12-22) UPawulos usiwa eKesareya (23-35) 24 Izityholo abekwa zona uPawulos (1-9) UPawulos uzithethelela kuFeliks (10-21) Ityala likaPawulos limiswa iminyaka emibini (22-27) 25 Kuxoxwa ityala likaPawulos phambi koFesto (1-12) “Ndibhenela kuKesare!” (11) UFesto uthetha noKumkani uAgripa (13-22) UPawulos phambi koAgripa (23-27) 26 UPawulos uzithethelela kuAgripa (1-11) UPawulos ucacisa indlela awaguquka ngayo (12-23) Impendulo kaFesto neka-Agripa (24-32) 27 UPawulos uya eRoma ngenqanawa (1-12) Inqanawa intlithwa sisaqhwithi (13-38) Inqanawa iyaphuka (39-44) 28 Kunxweme lwaseMalta (1-6) Utata kaPubliyo uyaphiliswa (7-10) Endleleni eya eRoma (11-16) UPawulos uthetha namaYuda eRoma (17-29) UPawulos ushumayela ngesibindi iminyaka emibini (30, 31) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZenzo INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZenzo IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeZenzo https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg