Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeSityhilelo

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Isityhilelo sikaThixo esityhilwa nguYesu (1-3)

    • Kubuliswa amabandla asixhenxe (4-8)

      • “NdinguAlfa no-Omega” (8)

    • UYohane uboniswa imini yeNkosi ngumoya oyingcwele (9-11)

    • Umbono kaYesu ezukile (12-20)

  • 2

    • Imiyalezo eya e-Efese (1-7), eSmirna (8-11), ePergamo (12-17), naseTiyatira (18-29)

  • 3

    • Imiyalezo eya eSardesi (1-6), eFiladelfi (7-13), naseLawodike (14-22)

  • 4

    • Umbono kaYehova esezulwini (1-11)

      • UYehova uhleli etroneni yakhe (2)

      • Abadala abayi-24 bahleli ezitroneni (4)

      • Izidalwa eziphilayo ezine (6)

  • 5

    • Umsongo onezitampu ezisixhenxe (1-5)

    • IMvana ithatha umsongo (6-8)

    • IMvana ikufanele ukuvula umsongo nezitampu zawo (9-14)

  • 6

    • IMvana isusa izitampu ezithandathu zokuqala (1-17)

      • Umntu owoyisayo ohleli kwihashe elimhlophe (1, 2)

      • Umntu okhwele ihashe elinombala ofana nowomlilo uza kuphelisa uxolo (3, 4)

      • Umntu okhwele ihashe elimnyama uza kuzisa indlala (5, 6)

      • Umntu okhwele ihashe elinombala onjengowothuthu onguKufa (7, 8)

      • Abo babulewe kabuhlungu baphantsi kwesibingelelo (9-11)

      • Inyikima yomhlaba enkulu (12-17)

  • 7

    • Iingelosi ezine zibambe imimoya etshabalalisayo (1-3)

    • Abayi-144 000 babekwa uphawu (4-8)

    • Isihlwele esikhulu sinxibe iimpahla ezimhlophe (9-17)

  • 8

    • Kuvulwa isitampu sesixhenxe (1-6)

    • Kuvuthelwa amaxilongo amane okuqala (7-12)

    • Kuchazwa iintlungu ezintathu (13)

  • 9

    • Ixilongo lesihlanu (1-11)

    • Intlungu engathethekiyo yokuqala igqithile, kuseza ezimbini (12)

    • Ixilongo lesithandathu (13-21)

  • 10

    • Ingelosi eyomeleleyo iphethe umsongo omncinci (1-7)

      • “Akuzukulityaziswa” (6)

      • Imfihlelo engcwele iza kugqitywa (7)

    • UYohane utya umsongo omncinci (8-11)

  • 11

    • Amangqina amabini (1-13)

      • Aprofeta iintsuku eziyi-1 260 enxibe amalaphu okwenza ingxowa (3)

      • Ayabulawa aze angangcwatywa (7-10)

      • Ayavuswa emva kweentsuku ezintathu ezinehafu (11, 12)

    • Intlungu engathethekiyo yesibini idlule, kuza eyesithathu (14)

    • Ixilongo lesixhenxe (15-19)

      • UBukumkani beNkosi yethu noKristu wayo (15)

      • Abo bonakalisa umhlaba baza kutshatyalaliswa (18)

  • 12

    • Umfazi, unyana, nenamba (1-6)

    • UMikayeli ulwa nenamba (7-12)

      • Inamba iphoswa emhlabeni (9)

      • UMtyholi uyazi ukuba ixesha analo lifutshane (12)

    • Inamba itshutshisa umfazi (13-17)

  • 13

    • Irhamncwa elineentloko ezisixhenxe liphuma elwandle (1-10)

    • Irhamncwa elineempondo ezimbini liphuma emhlabeni (11-13)

    • Umfanekiso werhamncwa elineentloko ezisixhenxe (14, 15)

    • Uphawu nenani lerhamncwa (16-18)

  • 14

    • IMvana nabayi-144 000 (1-5)

    • Imiyalezo yeengelosi ezintathu (6-12)

      • Ingelosi esesibhakabhakeni ineendaba ezilungileyo (6, 7)

    • Bonwabile abafa bemanyene noKristu (13)

    • Izivuno ezibini emhlabeni (14-20)

  • 15

    • Iingelosi ezisixhenxe ezinezibetho ezisixhenxe (1-8)

      • Ingoma kaMoses nengoma yeMvana (3, 4)

  • 16

    • Izitya ezisixhenxe zomsindo kaThixo (1-21)

      • Zigalelwa emhlabeni (2), elwandle (3), emilanjeni nakwimithombo (4-7), elangeni (8, 9), kwitrone yerhamncwa (10, 11), kumEfrate (12-16), nasemoyeni (17-21)

      • Imfazwe kaThixo eArmagedon (14, 16)

  • 17

    • Kugwetywa “iBhabhiloni Enkulu” (1-18)

      • Unongogo omkhulu uhlala phezu kwerhamncwa elibomvu krwe (1-3)

      • Irhamncwa ‘lalikho, laza alabikho, kodwa liza kuphuma emngxunyeni ongenasiphelo’ (8)

      • Iimpondo ezilishumi ziza kulwa neMvana (12-14)

      • Iimpondo ezilishumi ziza kumcaphukela umfazi othengisa ngomzimba (16, 17)

  • 18

    • Ukuwa ‘kweBhabhiloni Enkulu’ (1-8)

      • “Phumani kuyo bantu bam” (4)

    • Bazilela ukuwa kweBhabhiloni (9-19)

    • Kuyavuywa ezulwini kuba iwile iBhabhiloni (20)

    • IBhabhiloni iza kugityiselwa elwandle njengelitye (21-24)

  • 19

    • Dumisani uYa ngenxa yemigwebo yakhe (1-10)

      • Umtshato weMvana (7-9)

    • Umntu okhwele ihashe elimhlophe (11-16)

    • Isidlo sangokuhlwa esikhulu sikaThixo (17, 18)

    • Irhamncwa liyoyiswa (19-21)

  • 20

    • USathana ubotshwa iminyaka eyi-1 000 (1-3)

    • Abo baza kulawula iminyaka eyi-1 000 noKristu (4-6)

    • USathana uyakhululwa aze atshatyalaliswe (7-10)

    • Abo bafileyo bagwetywa phambi kwetrone emhlophe (11-15)

  • 21

    • Izulu elitsha nomhlaba omtsha (1-8)

      • Ukufa akuzukubakho (4)

      • Zonke izinto zenziwa ntsha (5)

    • Kuchazwa iYerusalem entsha (9-27)

  • 22

    • Umlambo wamanzi obomi (1-5)

    • Umqukumbelo (6-21)

      • ‘Yiza! Sela amanzi obomi mahala’ (17)

      • “Yiza, Nkosi uYesu” (20)