BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 Incwadi KaHoseya Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 Oko kuqulethweyo 1 Umfazi kaHoseya nabantwana awabazalayo (1-9) UYizereli (4), uLo-ruhama (6), noLo-ami (9) Ithemba lokubuyiselwa nomanyano (10, 11) 2 Kohlwaywa amaSirayeli angathembekanga (1-13) Abuyiselwa kuYehova ongumyeni wawo (14-23) “Uza kundibiza ngokuthi Myeni yam” (16) 3 UHoseya uxolela umfazi wakhe okrexezayo (1-3) AmaSirayeli aza kubuyela kuYehova (4, 5) 4 Ityala uYehova alibeka amaSirayeli (1-8) UThixo akaziwa elizweni (1) AmaSirayeli akrexeza aze aziphathe kakubi ngendlela eyothusayo (9-19) Ukuthanda ukuziphatha kakubi kuyalahlekisa (12) 5 Kugwetywa uEfrayim noYuda (1-15) 6 Kuthiwa makubuyelwe kuYehova (1-3) Abantu banothando olukhawuleza luphele (4-6) Uthando olungagungqiyo lubhetele kunombingelelo (6) Abantu baziphethe ngendlela elihlazo (7-11) 7 Kuchazwa izinto ezimbi ezenziwa nguEfrayim (1-16) Umnatha kaThixo awunakubalekwa (12) 8 Imiphumo yokukhonza izithixo (1-14) Ukuhlwayela umoya, ukuvuna isaqhwithi (7) USirayeli umlibele uMenzi wakhe (14) 9 Izono zikaEfrayim zimenza alahlwe nguThixo (1-17) Ukuzinikela kuthixo olihlazo (10) 10 USirayeli, umthi weediliya ontshwencayo, uza kutshatyalaliswa (1-15) Ukuhlwayela nokuvuna (12, 13) 11 UThixo wamthanda uSirayeli eseyinkwenkwana (1-12) “Ndathi unyana wam makabuye eYiputa” (1) 12 UEfrayim ufanele abuyele kuYehova (1-14) UYakobi wajijisana noThixo (3) UYakobi walila ukuze afumane inceba kaThixo (4) 13 UEfrayim okhonza izithixo wamlibala uYehova (1-16) “Aphi na amandla akho, Kufa okubangela intlungu?” (14) 14 Ucelwa ukuba abuyele kuYehova (1-3) Kunikelwa indumiso yemilebe (2) Ukungathembeki kukaSirayeli kuyanyangwa (4-9) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHoseya INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHoseya IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHoseya https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg