BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 Incwadi KaHagayi Izahluko 1 2 Oko kuqulethweyo 1 Balulekwa kuba bengaphindanga bayakha itempile (1-11) ‘Ngaba eli lixesha lokuhlala ezindlini ezihonjiswe ngamaplanga?’ (4) “Khanicingisise ngeendlela zenu” (5) Bahlwayela kakhulu kodwa bavuna kancinci (6) Abantu bamamela ilizwi likaYehova (12-15) 2 Itempile yesibini iza kugcwala luzuko (1-9) Ziza kugungqiswa zonke iintlanga (7) Ziza kungena izinto ezixabisekileyo zeentlanga (7) Ukwakhiwa kwakhona kwetempile kuzisa iintsikelelo (10-19) Ukuba ngcwele akunakudluliselwa komnye umntu (10-14) Umyalezo oya kuZerubhabheli (20-23) “Ndiza kukwenza ube njengeringi yokubeka isitampu” (23) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHagayi INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHagayi IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaHagayi https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg