Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi Yesibini KaSamuweli

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UDavide uxelelwa ukuba uSawule ufile (1-16)

    • UDavide ucula ingoma yokuzila ngenxa kaSawule noYonatan (17-27)

  • 2

    • UDavide, ukumkani wakwaYuda (1-7)

    • UIshe-bhosheti, ukumkani wakwaSirayeli (8-11)

    • Imfazwe phakathi kwendlu kaDavide nekaSawule (12-32)

  • 3

    • Indlu kaDavide iya isomelela (1)

    • Oonyana bakaDavide (2-5)

    • UAbhinere uwelela kwicala likaDavide (6-21)

    • UYowabhi ubulala uAbhinere (22-30)

    • UDavide uzilela uAbhinere (31-39)

  • 4

    • UIshe-bhosheti uyabulawa (1-8)

    • UDavide uthi makubulawe abantu ababulele uIshe-bhosheti (9-12)

  • 5

    • UDavide wenziwa ukumkani kaSirayeli wonke (1-5)

    • IYerusalem iyathinjwa (6-16)

      • IZiyon, isiXeko SikaDavide (7)

    • UDavide woyisa amaFilisti (17-25)

  • 6

    • ITyeya iziswa eYerusalem (1-23)

      • U-Uza ubamba iTyeya aze abulawe (6-8)

      • UMikali udelela uDavide (16, 20-23)

  • 7

    • Itempile ayizukwakhiwa nguDavide (1-7)

    • Kwenziwa isivumelwano sobukumkani noDavide (8-17)

    • UDavide uyathandaza ebulela (18-29)

  • 8

    • Ukoyisa kukaDavide (1-14)

    • Ukulawula kukaDavide (15-18)

  • 9

    • UDavide umthanda ngokungagungqiyo uMefibhoshete (1-13)

  • 10

    • Ukoyiswa kwama-Amoni namaSiriya (1-19)

  • 11

    • UDavide ukrexeza noBhatshebha (1-13)

    • UDavide wenza indlela yokuba u-Uriya abulawe (14-25)

    • UDavide utshata uBhatshebha (26, 27)

  • 12

    • UNatan ululeka uDavide (1-15a)

    • Unyana kaBhatshebha uyafa (15b-23)

    • UBhatshebha uzala uSolomon (24, 25)

    • IRabha esisixeko sama-Amoni iyathinjwa (26-31)

  • 13

    • UAmnon udlwengula uTamare (1-22)

    • UAbhisalom ubulala uAmnon (23-33)

    • UAbhisalom ubalekela eGeshure (34-39)

  • 14

    • UYowabhi nomfazi ongumTekowa (1-17)

    • UDavide uyalibhaqa iqhinga likaYowabhi (18-20)

    • UAbhisalom uvunyelwa ukuba abuye (21-33)

  • 15

    • Iqhinga lika-Abhisalom nokufuna ukulawula (1-12)

    • UDavide uyabaleka emke eYerusalem (13-30)

    • UAhitofele uba kwicala lika-Abhisalom (31)

    • UHushayi uthunywa ukuba aphelise icebo lika-Ahitofele (32-37)

  • 16

    • UTsibha ungcolisa igama likaMefibhoshete (1-4)

    • UShimeyi uthuka uDavide (5-14)

    • UAbhisalom uyamamkela uHushayi (15-19)

    • Icebo lika-Ahitofele (20-23)

  • 17

    • UHushayi ubangela icebo lika-Ahitofele lingasebenzi (1-14)

    • UDavide uyalunyukiswa aze ambaleke uAbhisalom (15-29)

      • UBharzilayi nabanye bazisa izinto zokuxhasa uDavide (27-29)

  • 18

    • Ukoyiswa kuka-Abhisalom nokufa kwakhe (1-18)

    • UDavide uchazelwa ngokufa kuka-Abhisalom (19-33)

  • 19

    • UDavide uyamzilela uAbhisalom (1-4)

    • UYowabhi ululeka uDavide (5-8a)

    • UDavide ubuyela eYerusalem (8b-15)

    • UShimeyi ucela uxolo (16-23)

    • UMefibhoshete ungqineka engenatyala (24-30)

    • UBharzilayi unikwa imbeko (31-40)

    • Izizwe ziyaxabana (41-43)

  • 20

    • UShebha; uYowabhi ubulala uAmasa (1-13)

    • UShebha uyaleqwa aze anqunyulwe intloko (14-22)

    • Izikhundla zabantu ababesebenza phantsi koDavide (23-26)

  • 21

    • Abantu bendlu kaSawule bayabulawa ukuze kuphindezelwe amaGibheyon (1-14)

    • Kuliwa iimfazwe namaFilisti (15-22)

  • 22

    • UDavide uzukisa uThixo ngezenzo zokusindisa kwakhe (1-51)

      • “UYehova liliwa lam” (2)

      • UYehova uthi nca kumntu omkhonza ngokungagungqiyo (26)

  • 23

    • Amazwi okugqibela kaDavide (1-7)

    • Inzenzo zamakroti kaDavide (8-39)

  • 24

    • Isono sikaDavide sokubala abantu (1-14)

    • Ubhubhani ubulala abantu abayi-70 000 (15-17)

    • UDavide wakha isibingelelo (18-25)

      • Andizukunikela imibingelelo ndingadlekanga nto (24)