BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 Ileta Yesibini Eya KwabaseKorinte Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1, 2) UThixo usithuthuzela kubo bonke ubunzima (3-11) Ukutshintsha kohambo lukaPawulos (12-24) 2 UPawulos uzimisele ukubavuyisa (1-4) Umoni uyaxolelwa aze abuyiselwe (5-11) UPawulos eTrowa naseMakedoni (12, 13) Ukushumayela, amajoni oyisileyo (14-17) Asithengisi ngelizwi likaThixo (17) 3 Iileta ezincomayo (1-3) Sikhonza phantsi kwesivumelwano esitsha (4-6) Isivumelwano esitsha sizuke ngakumbi (7-18) 4 Ukukhanya kweendaba ezilungileyo (1-6) Iingqondo zabantu abangakholwayo zimfanyekisiwe (4) Ubutyebi buphethwe ngezitya zodongwe (7-18) 5 Ukungena kwindlu yasezulwini (1-10) Ukushumayela ngokuba seluxolweni noThixo (11-21) Isidalwa esitsha (17) Oonozakuzaku bakaKristu (20) 6 Ukungabusebenzisi kakubi ububele bukaThixo (1, 2) Kucaciswa umsebenzi kaPawulos (3-13) Sanukubotshwa edyokhweni nabangakholwayo (14-18) 7 Masizicoce (1) UPawulos uvuyiswa ngamaKorinte (2-4) UTito uzisa ingxelo emnandi (5-7) Ukuba buhlungu ngendlela eyamkelekileyo kuThixo nokuguquka (8-16) 8 Kuqokelelwa iminikelo eya kumaKristu akwaYuda (1-15) UTito uza kuthunyelwa eKorinte (16-24) 9 Bakhuthazwa ukuba banikele (1-15) UThixo uthanda umntu opha evuya (7) 10 UPawulos uthethelela umsebenzi wakhe (1-18) Izixhobo zethu aziveli kweli hlabathi (4, 5) 11 UPawulos nabapostile abazenza bhetele (1-15) Izinto ezibuhlungu ezehlela uPawulos (16-33) 12 Imibono kaPawulos (1-7a) UPawulos unikwa “iliva enyameni” (7b-10) Akakho ngaphantsi kubapostile abazenza bhetele (11-13) UPawulos uxhalabele amaKorinte (14-21) 13 Balumkiswa baze bakhuthazwe okokugqibela (1-14) “Hlalani nizihlola ukuba nisenalo na ukholo” (5) Vumani ukulungiswa, cingani ngokuvumelanayo (11) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 KwabaseKorinte INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 KwabaseKorinte IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 KwabaseKorinte https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg