BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 Ileta Yokuqala Eya KuTimoti Izahluko 1 2 3 4 5 6 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1, 2) Kulumkiswa ngabafundisi bobuxoki (3-11) UPawulos wenzelwa ububele yiNkosi (12-16) UKumkani kanaphakade (17) ‘Yilwa imfazwe yobulungisa’ (18-20) 2 Kuthandazelwa zonke iintlobo zabantu (1-7) Mnye uThixo, mnye umlamli (5) Kuhlawulelwa wonke umntu (6) Imiyalelo eya kumadoda nabafazi (8-15) Nxibani ngesidima (9, 10) 3 Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba ngumdala (1-7) Izinto ezenza umntu akufanelekele ukuba sisicaka solungiselelo (8-13) Imfihlelo engcwele yokuzinikela kuThixo (14-16) 4 Kulumkiswa ngeemfundiso zeedemon (1-5) Indlela yokumsebenzela kakuhle uKristu (6-10) Ukuqeqesha umzimba kuthelekiswa nokuzinikela kuThixo (8) Zigade izinto ozifundisayo (11-16) 5 Indlela yokuphatha abantu abatsha nabadala (1, 2) Kukhathalelwa abahlolokazi (3-16) Ukuhoya abantu abasendlini yakho (8) Banikeni imbeko abadala abasebenza nzima (17-25) ‘Sela intwana yewayini ukuze incede isisu sakho’ (23) 6 Amakhoboka amele azithobele iinkosi zawo (1, 2) Abafundisi bobuxoki nokuthanda imali (3-10) Imiyalelo eya kumntu kaThixo (11-16) Ukwenza izinto ezininzi ezintle (17-19) Yikhusele into oyiphathisiweyo (20, 21) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KuTimoti INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KuTimoti IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KuTimoti https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg