Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Oktobha 21-27

INDUMISO 100-102

Oktobha 21-27

Ingoma 37 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Mbulele UYehova Ngothando Lwakhe Olungagungqiyo

(imiz. 10)

Qinisa uthando lwakho ngoYehova (INd 100:5; w23.03 12 ¶18-19)

Ziphephe izinto ezinokumosha ubuhlobo bakho noYehova (INd 101:​2, 3; w23.02 17 ¶10)

Sukubahoya abantu abathetha kakubi ngoYehova nentlangano yakhe (INd 101:5; w11 7/15 16 ¶7-8)

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba indlela endizisebenzisa ngayo iiwebhsayithi zokuncokola azinakubumosha na ubuhlobo bam noYehova?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 102:6​—Kutheni umdumisi ezifanisa nengcwangube yasentlango? (it-2-E 596)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)

5. Ukubuyela

(imiz. 5) KWINDLU NGENDLU. Qalisa isifundo seBhayibhile. (lmd isifundo 9 ingongoma 4)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 4) Umboniso. ijwbq 129​—Umxholo: Ngaba IBhayibhile Itshintshiwe? (th isifundo 8)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 137

7. ‘Ndibambelela Kuwe; Nawe Undibambe Nkqi’

(imiz. 15)

Ingxubusho. Dlala IVIDIYO. Uze ubuze le mibuzo:

  • Walubonisa njani uthando olungagungqiyo uAnna?

  • Singawuxelisa njani umzekelo wakhe?

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 17 ¶1-7

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 96 Nomthandazo