Matshi 25-31
INDUMISO 22
Ingoma 19 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. IBhayibhile Yachaza Kwangaphambili Ngokufa KukaYesu
(imiz. 10)
Kwakuza kubonakala ngathi uYesu ushiyiwe nguThixo (INd 22:1; w11 8/15 15 ¶16)
Abantu abaninzi babeza kuthetha kakubi ngoYesu (INd 22:7, 8; w11 8/15 15 ¶13)
Iintshaba zikaYesu zazizakwenza amaqashiso ngeempahla zakhe (INd 22:18; w11 8/15 15 ¶14; jonga umfanekiso ongaphandle)
KHAWUZIBUZE, ‘Incwadi yeNdumiso 22 iluqinisa njani ukholo lwam ngeziprofeto ezingoMesiya ukuba ziza kuzaliseka njengeso sikuMika 4:4?’
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 22:22—Zeziphi iindlela ezimbini esinokumxelisa ngazo umdumisi namhlanje? (w06 11/1 29 ¶7; w03 9/1 20 ¶1)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4.) INd 22:1-19 (th isifundo 2)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. (lmd isifundo 4 ingongoma 4)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Phinda uthethe nomntu obummemile waza wasamkela isimemo seSikhumbuzo. (lmd isifundo 4 ingongoma 3)
6. Intetho
(imiz. 5) w20.07 12-13 ¶14-17—Umxholo: Indlela Iziprofeto ZeBhayibhile Eziluqinisa Ngayo Ukholo. (th isifundo 20)
Ingoma 95
7. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 7 ¶14-18, iibhokisi ezikwiphepha 57