Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova NguThixo Wobulungisa

UYehova NguThixo Wobulungisa

UYehova zange ayilibale into ebuhlungu eyaye yehlela amaGibheyon (2Sa 21:1, 2)

Isilivere negolide yayingenakukwazi ukulibhatala ityala legazi likaSawule kunye nelendlu yakhe (Nu 35:31, 33; 2Sa 21:3, 4)

Oonyana abasixhenxe bakaSawule babulawa ukuze kubekho ubulungisa (2Sa 21:5, 6; it-1-E 932 ¶1)

AmaRoma 12:19-21 angasinceda njani ukuba sasikhe saphathwa kakubi?