Iindaba
EZISEMATHENI
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #7
Kule ngxelo, siza kuva ukuba banjani abazalwana noodade kwezinye iindawo emhlabeni. Siza kuva namava akhuthazayo abazalwana abatsha beQumrhu Elilawulayo, umzalwana uJody Jedele noJacob Rumph.
EZISEMATHENI
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #7
Kule ngxelo, siza kuva ukuba banjani abazalwana noodade kwezinye iindawo emhlabeni. Siza kuva namava akhuthazayo abazalwana abatsha beQumrhu Elilawulayo, umzalwana uJody Jedele noJacob Rumph.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #5
Kule ngxelo, siza kuthetha ngokuba sinokwenza njani ukuze sihlale siqinisekile ukuba uBukumkani bukaThixo bubo kuphela obuza kuzilungisa zonke iingxaki zabantu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawuyo Ka-2024 #3
Kule ngxelo, siza kuthetha ngemigaqo yeBhayibhile enokusinceda xa sikhetha indlela esinxiba nesizilungisa ngayo.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #2
Kule ngxelo, siza kuthetha ngendlela uTata wethu uYehova abonisa ngayo ukuba “angathanda ukuba wonke umntu aguquke.” (2 Pet. 3:9) Siza kuva nangotshintsho kwindlela esinxiba ngayo entsimini, ezintlanganisweni nakwiindibano zethu.
AmaNgqina KaYehova Abanjelwe Ukholo Lwawo—Ngokweengingqi
Iindawo avalelwe entolongweni kuzo amaNgqina kaYehova, ngamanye amaxesha aba kwiimeko ezimbi kakhulu, ngenxa yokholo lwawo nangenxa yamalungelo abantu asisiseko.